IZenzo 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+ Roma 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baya kushumayela njani na bengathunywanga?+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Hayi indlela ezibukeka ngayo iinyawo zabo bavakalisa iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!”+
36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+
15 Baya kushumayela njani na bengathunywanga?+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Hayi indlela ezibukeka ngayo iinyawo zabo bavakalisa iindaba ezilungileyo zezinto ezilungileyo!”+