Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+ 2 Korinte 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Sisoloko sinyamezela emzimbeni wethu wonke impatho ebulalayo eyanikelwa kuYesu,+ ukuze ubomi bukaYesu bubonakaliswe kwanasemzimbeni wethu.+ Kolose 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
10 Sisoloko sinyamezela emzimbeni wethu wonke impatho ebulalayo eyanikelwa kuYesu,+ ukuze ubomi bukaYesu bubonakaliswe kwanasemzimbeni wethu.+
24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+