Luka 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 yaye uya kuba noyolo, ngenxa yokuba abananto bangakubuyekeza ngayo. Kuba uya kubuyekezwa eluvukweni+ lwabo bangamalungisa.” 1 Tesalonika 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngenxa yokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla ivela ezulwini,+ idanduluke ngezwi lesiphatha-zingelosi+ nangexilongo likaThixo,+ yaye abo bafe bemanyene noKristu baya kuvuka kuqala.+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
14 yaye uya kuba noyolo, ngenxa yokuba abananto bangakubuyekeza ngayo. Kuba uya kubuyekezwa eluvukweni+ lwabo bangamalungisa.”
16 ngenxa yokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla ivela ezulwini,+ idanduluke ngezwi lesiphatha-zingelosi+ nangexilongo likaThixo,+ yaye abo bafe bemanyene noKristu baya kuvuka kuqala.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+