Roma 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+ 1 Korinte 15:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Yaye kanye njengoko siye sanawo umfanekiso+ walowo wenziwe ngothuli, siya kuba nawo nomfanekiso+ walowo ungowasezulwini.
29 ngenxa yokuba abo aye wabanika ingqalelo yakhe yokuqala+ ukwabamisela kwangaphambili+ ukuba bafane+ nomfanekiselo+ woNyana wakhe, ukuze abe lizibulo+ phakathi kwabazalwana abaninzi.+
49 Yaye kanye njengoko siye sanawo umfanekiso+ walowo wenziwe ngothuli, siya kuba nawo nomfanekiso+ walowo ungowasezulwini.