2 Korinte 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+ 1 Timoti 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Makungabikho mntu ubujongela phantsi ubutsha bakho.+ Kunoko, yiba ngumzekelo+ wabo bathembekileyo+ ngokuthetha, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.+ 1 Timoti 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 abafazi abakhulu+ njengoonyoko, amabhinqa amancinane njengoodade wenu+ unobunyulu bonke. 1 Petros 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba eye angamangqina okuzibonela ehambo yenu enyulu+ ndawonye nentlonelo enzulu.
3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+
12 Makungabikho mntu ubujongela phantsi ubutsha bakho.+ Kunoko, yiba ngumzekelo+ wabo bathembekileyo+ ngokuthetha, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.+