Roma 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba ukuba siyaphila, siphilela uYehova,+ yaye ukuba siyafa, sifela uYehova.+ Ngoko ke ukuba siyaphila nokuba siyafa, singabakaYehova.+ 1 Petros 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ukuba ubandezeleka+ njengomKristu, makangaziva eneentloni,+ kodwa makaqhubeke ezukisa uThixo ngalo elo gama.
8 kuba ukuba siyaphila, siphilela uYehova,+ yaye ukuba siyafa, sifela uYehova.+ Ngoko ke ukuba siyaphila nokuba siyafa, singabakaYehova.+
16 Kodwa ukuba ubandezeleka+ njengomKristu, makangaziva eneentloni,+ kodwa makaqhubeke ezukisa uThixo ngalo elo gama.