2 Timoti 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuqiqe oku ndikuthethayo; iNkosi ngokwenene iya kukunika ukuqonda+ kuzo zonke izinto. 1 Yohane 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+
20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+