1 Korinte 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nabani na eNkosini owabizwa elikhoboka ungumkhululwa weNkosi;+ ngokunjalo nalowo wabizwa engokhululekileyo+ ulikhoboka+ likaKristu. Galati 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngaba, enyanisweni, ngabantu abo ndizama ukubenza beyiseke okanye nguThixo? Okanye ndifuna ukukholisa abantu kusini na?+ Ukuba bendisakholisa abantu,+ bendiya kuba andililo ikhoboka likaKristu.+
22 Kuba nabani na eNkosini owabizwa elikhoboka ungumkhululwa weNkosi;+ ngokunjalo nalowo wabizwa engokhululekileyo+ ulikhoboka+ likaKristu.
10 Ngaba, enyanisweni, ngabantu abo ndizama ukubenza beyiseke okanye nguThixo? Okanye ndifuna ukukholisa abantu kusini na?+ Ukuba bendisakholisa abantu,+ bendiya kuba andililo ikhoboka likaKristu.+