IZenzo 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos. IZenzo 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayephelekwa nguSopatro+ unyana kaPayiro waseBhereya, uAristarko+ noSekundo abangabaseTesalonika, noGayo waseDerbhe, noTimoti,+ yaye abesithili saseAsiya yayinguTikiko+ noTrofimo.+ IZenzo 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sakhwela esikhepheni saseAdramitiyami esasisele siza kuhamba ukuya kwiindawo ezingakunxweme lwesithili saseAsiya, sanduluka, kukho kunye nathi uAristarko+ waseMakedoni owayevela eTesalonika. Filemon 24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kwanoMarko, noAristarko,+ noDemas,+ noLuka, abasebenzi abangamadlelane am.
29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos.
4 Wayephelekwa nguSopatro+ unyana kaPayiro waseBhereya, uAristarko+ noSekundo abangabaseTesalonika, noGayo waseDerbhe, noTimoti,+ yaye abesithili saseAsiya yayinguTikiko+ noTrofimo.+
2 Sakhwela esikhepheni saseAdramitiyami esasisele siza kuhamba ukuya kwiindawo ezingakunxweme lwesithili saseAsiya, sanduluka, kukho kunye nathi uAristarko+ waseMakedoni owayevela eTesalonika.