IZenzo 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye emva kokukuqwalasela oku, waya endlwini kaMariya unina kaYohane owayenefani enguMarko,+ apho abaliqela babehlanganisene khona bethandaza. IZenzo 15:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UBharnabhas wayezimisele ukuba kuthatyathwe kwanoYohane, owayebizwa ngokuba nguMarko.+
12 Yaye emva kokukuqwalasela oku, waya endlwini kaMariya unina kaYohane owayenefani enguMarko,+ apho abaliqela babehlanganisene khona bethandaza.