1 Korinte 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+ Kolose 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+
30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+
16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+