IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 32:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye ngamnye uya kuba njengendawo yokuzimela umoya nendawo yokuzifihla esiphangweni,+ abe njengemisinga yamanzi kwilizwe elingumqwebedu,+ nanjengomthunzi wengxondorha enkulu kwilizwe elibharhileyo.+

  • Filipi 2:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko ke mamkeleni+ ngovuyo ngokwaseNkosini; yaye hlalani nibaphatha ngembeko abantu abanjalo,+

  • 1 Timoti 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Amadoda amakhulu awongamela+ ngendlela entle makabalelwe ekuthini afanelwe yimbeko ephindiweyo,+ ngokukodwa lawo asebenza nzima ekuthetheni nasekufundiseni.+

  • Hebhere 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bakhumbuleni abo bakhokelayo phakathi kwenu,+ abaye bathetha ilizwi likaThixo kuni, yaye njengoko nisondela impumelelo yehambo yabo xelisani+ ukholo lwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share