IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UMhendi+ weza waza wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo,+ yithi kula matye mawabe zizonka.”

  • 1 Korinte 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+

  • 2 Korinte 11:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share