IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 20:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ndiyazi ukuba emva kokumka kwam kuya kungena iingcuka ezicinezelayo+ phakathi kwenu yaye aziyi kuwuphatha ngemfesane umhlambi,

  • 1 Korinte 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kambe ke kumele kubekho amahlelo+ phakathi kwenu, ukuze abantu abakholekileyo babonakale phakathi kwenu.+

  • 1 Yohane 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bantwana abaselula, sekulilixa lokugqibela,+ yaye, kanye njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza,+ nangoku sebevele babaninzi abachasi-Kristu;+ nto leyo esenza sazi ukuba sekulilixa lokugqibela.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share