IZenzo 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+ 2 Timoti 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa zicezele iintetho ezililize, ezihlambela oko kungcwele;+ kuba baya kuhambela phambili ekungabini nabuthixo,+ 2 Petros 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+
30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+
16 Kodwa zicezele iintetho ezililize, ezihlambela oko kungcwele;+ kuba baya kuhambela phambili ekungabini nabuthixo,+
3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+