IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yoko ndiyanibongoza ngeemfesane zikaThixo, bazalwana, ukuba niyinikele imizimba yenu+ ibe yimibingelelo+ ephilayo,+ engcwele,+ eyamkelekileyo kuThixo,+ inkonzo ke leyo engcwele+ ngokwamandla enu engqiqo.+

  • 1 Korinte 10:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko ke, enoba niyatya okanye niyasela okanye nenza nantoni na eyenye, zonke izinto zenzeleni uzuko lukaThixo.+

  • Efese 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yibani ngamakhoboka anotyekelo olulungileyo, njengakuye uYehova,+ kungekubo abantu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share