Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Roma 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ke kaloku siyazi ukuba uThixo uyenza isebenzisane yonke imisebenzi+ yakhe ukwenzela ukulungelwa kwabo bamthandayo uThixo, bona abo babiziweyo ngokuvumelana nenjongo yakhe;+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
28 Ke kaloku siyazi ukuba uThixo uyenza isebenzisane yonke imisebenzi+ yakhe ukwenzela ukulungelwa kwabo bamthandayo uThixo, bona abo babiziweyo ngokuvumelana nenjongo yakhe;+