1 Korinte 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nimnikele umntu onjalo kuSathana+ ukuba kutshatyalaliswe inyama, ukuze kusindiswe umoya+ ngemini yeNkosi.+ 1 Korinte 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ngoxa uThixo egweba abo bangaphandle?+ “Mshenxiseni umntu ongendawo phakathi kwenu.”+
5 nimnikele umntu onjalo kuSathana+ ukuba kutshatyalaliswe inyama, ukuze kusindiswe umoya+ ngemini yeNkosi.+