Genesis 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Akulungile ukuba umntu aqhubeke eyedwa. Ndiza kumenzela umncedi oza kuba ngumphelelisi wakhe.”+ 1 Korinte 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba indoda ayiphumi mfazini, kodwa ngumfazi ophume endodeni;+
18 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Akulungile ukuba umntu aqhubeke eyedwa. Ndiza kumenzela umncedi oza kuba ngumphelelisi wakhe.”+