2 Korinte 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+
3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+