1 Korinte 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+ Yakobi 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Unoyolo umntu oqhubeka enyamezela isilingo,+ ngenxa yokuba akuba ekholekile uya kwamkela isithsaba sobomi,+ awabathembisa ngaso [uYehova] abo baqhubeka bemthanda.+
25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+
12 Unoyolo umntu oqhubeka enyamezela isilingo,+ ngenxa yokuba akuba ekholekile uya kwamkela isithsaba sobomi,+ awabathembisa ngaso [uYehova] abo baqhubeka bemthanda.+