IZenzo 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+ IZenzo 27:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ngobu busuku bekumi kufuphi nam ingelosi+ kaTHIXO endingowakhe nendinikela kuye inkonzo engcwele,+
11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+
23 Kuba ngobu busuku bekumi kufuphi nam ingelosi+ kaTHIXO endingowakhe nendinikela kuye inkonzo engcwele,+