Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+