2 Petros 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+ Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+
10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+ Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+