1 Petros 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokukwanjalo,+ nina bafazi, wathobeleni+ amadoda enu, ukuze kuthi, nokuba kukho kuwo angalithobeliyo+ ilizwi, azuzeke+ ngaphandle kwelizwi ngenxa yehambo yabafazi bawo,+
3 Ngokukwanjalo,+ nina bafazi, wathobeleni+ amadoda enu, ukuze kuthi, nokuba kukho kuwo angalithobeliyo+ ilizwi, azuzeke+ ngaphandle kwelizwi ngenxa yehambo yabafazi bawo,+