Numeri 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithetha naye umlomo ngomlomo,+ ngokubonakalayo, kungekhona ngamaqhina;+ ayibone yena imbonakalo kaYehova.+ Yini na, ke, ukuba ningoyiki ukuthetha nxamnye nomkhonzi wam, nxamnye noMoses?”+ Isaya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+
8 Ndithetha naye umlomo ngomlomo,+ ngokubonakalayo, kungekhona ngamaqhina;+ ayibone yena imbonakalo kaYehova.+ Yini na, ke, ukuba ningoyiki ukuthetha nxamnye nomkhonzi wam, nxamnye noMoses?”+
2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+