Eksodus 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+ Yeremiya 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 ukususela kwimini yokuphuma kookhokho benu kwilizwe laseYiputa kude kube yile mini;+ kwaye ndaqhubeka ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni mihla le ndize ndibathumele.+ Hezekile 33:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kothi ke kwakufika oko,+ bazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.”+ Luka 1:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 kanye njengoko wathethayo ngomlomo wabaprofeti bakhe abangcwele ukususela kwakudala,+ IZenzo 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 lowo izulu, eneneni, limele limgcine kulo+ de kube ngamaxesha okubuyiselwa+ kwezinto zonke awathetha ngazo uThixo ngomlomo wabaprofeti+ bakhe abangcwele bexesha lakudala.
3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+
25 ukususela kwimini yokuphuma kookhokho benu kwilizwe laseYiputa kude kube yile mini;+ kwaye ndaqhubeka ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndivuka ekuseni mihla le ndize ndibathumele.+
21 lowo izulu, eneneni, limele limgcine kulo+ de kube ngamaxesha okubuyiselwa+ kwezinto zonke awathetha ngazo uThixo ngomlomo wabaprofeti+ bakhe abangcwele bexesha lakudala.