Numeri 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+ Duteronomi 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+
11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+
21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+