Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 32:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Bekani indlebe, mazulu, ndithethe;Uve umhlaba amazwi omlomo wam.+ IZenzo 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+