Galati 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+ 1 Petros 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Baqhubeka behlola ukuba liliphi elona xesha+ okanye luhlobo luni lwexesha owawulibonisa umoya+ owawukubo ngokuphathelele uKristu+ xa wawunikela ubungqina kwangaphambili ngeembandezelo zikaKristu+ nangozuko+ olwaluya kuzilandela. 1 Petros 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+
4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+
11 Baqhubeka behlola ukuba liliphi elona xesha+ okanye luhlobo luni lwexesha owawulibonisa umoya+ owawukubo ngokuphathelele uKristu+ xa wawunikela ubungqina kwangaphambili ngeembandezelo zikaKristu+ nangozuko+ olwaluya kuzilandela.
20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+