Mateyu 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoxa wayesathetha, khangela! ilifu eliqaqambileyo labasibekela, yaye, khangela! kwaphuma ilizwi efini, lisithi: “Lo nguNyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye;+ mphulaphuleni yena.”+ Yohane 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uThixo wamthumela uNyana wakhe ehlabathini, kungekhona ukuba aligwebe+ ihlabathi, kodwa ukuze ihlabathi lisindiswe+ ngaye. Yohane 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+
5 Ngoxa wayesathetha, khangela! ilifu eliqaqambileyo labasibekela, yaye, khangela! kwaphuma ilizwi efini, lisithi: “Lo nguNyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye;+ mphulaphuleni yena.”+
17 Kuba uThixo wamthumela uNyana wakhe ehlabathini, kungekhona ukuba aligwebe+ ihlabathi, kodwa ukuze ihlabathi lisindiswe+ ngaye.
34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+