IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+

      Ize ibahlangule.+

  • INdumiso 91:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+

      Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+

  • Mateyu 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+

  • Luka 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaza ngequbuliso kwema ngakubo ingelosi kaYehova,+ nobuqaqawuli bukaYehova+ bakhazimla ngakubo, yaye boyika kakhulu.

  • Luka 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kwaza ngequbuliso kwabakho kunye nengelosi leyo inkitha yomkhosi wasezulwini,+ idumisa uThixo+ isithi:

  • IZenzo 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa ebudeni bobusuku ingelosi kaYehova+ yazivula iingcango zentolongo,+ yabakhupha yaza yathi:

  • IZenzo 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa, khangela! ingelosi kaYehova yema+ khona apho, kwaza ukukhanya kwakhanya esiseleni sentolongo. Imbetha ecaleni uPetros, yamvusa,+ isithi: “Vuka ngokukhawuleza!” Yaza imixokelelwane yakhe yawa+ ezandleni zakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share