IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+

  • 1 Korinte 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku ezi zinto zabahlela njengemizekelo, yaye zabhalelwa ukulumkisa+ thina bafikelwe ziziphelo zeenkqubo zezinto.+

  • Yuda 5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndinqwenela ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade,+ ukuba uYehova, nangona wasisindisayo isizwana ngokusikhupha kwilizwe laseYiputa,+ kodwa kamva wabatshabalalisa abo bangabonisanga lukholo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share