1 Timoti 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yilwa umlo omhle wokholo,+ bubambe ngokuqinileyo ubomi obungunaphakade owabizelwa kubo waza wenza uvumo oluhle lwasesidlangalaleni+ phambi kwamangqina amaninzi.
12 Yilwa umlo omhle wokholo,+ bubambe ngokuqinileyo ubomi obungunaphakade owabizelwa kubo waza wenza uvumo oluhle lwasesidlangalaleni+ phambi kwamangqina amaninzi.