INdumiso 87:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova uya kuvakalisa, xa ebhala izizwana:+“Lo ngulowo wazalelwa apho.”+ Seʹlah. ISityhilelo 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+ ISityhilelo 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Akukho nanye into engengcwele okanye umntu owenza into elizothe+ nolixoki+ oya kungena kuso;+ kuphela ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana abaya kungena.+
4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+
27 Akukho nanye into engengcwele okanye umntu owenza into elizothe+ nolixoki+ oya kungena kuso;+ kuphela ngabo babhaliweyo kumsongo wobomi weMvana abaya kungena.+