Mateyu 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+ Yohane 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+ Yohane 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+
19 uNyana womntu weza esidla, esela,+ ukanti abantu bathi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni.’+ Noko kunjalo, ubulumko bungqineka bububulungisa ngemisebenzi yabo.”+
14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+
11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+