1 Korinte 12:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ukuba ilungu elinye liyabandezeleka, onke amanye amalungu abandezeleka+ kunye nalo; okanye ukuba ilungu liyazukiswa,+ onke amanye amalungu avuyisana nalo.+
26 Yaye ukuba ilungu elinye liyabandezeleka, onke amanye amalungu abandezeleka+ kunye nalo; okanye ukuba ilungu liyazukiswa,+ onke amanye amalungu avuyisana nalo.+