Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+ Hoseya 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Ndiya kumkhulula esandleni seShiyol;+ ekufeni ndiya kumkhulula.+ Luphi na ulwamvila lwakho, Kufa?+ Kuphi na ukutshabalalisa kwakho, Shiyol?+ Imfesane iya kufihlwa emehlweni am.+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+
14 “Ndiya kumkhulula esandleni seShiyol;+ ekufeni ndiya kumkhulula.+ Luphi na ulwamvila lwakho, Kufa?+ Kuphi na ukutshabalalisa kwakho, Shiyol?+ Imfesane iya kufihlwa emehlweni am.+