IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokunjalo, kwakuhlala apho eYerusalem amaYuda,+ abantu aboyik’ uThixo,+ bevela kuzo zonke iintlanga zabo baphantsi kwezulu.

  • IZenzo 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 USawule wayekholiswa kukubulawa kwakhe.+

      Ngaloo mhla kwavela intshutshiso+ enkulu nxamnye nebandla elaliseYerusalem; bonke ngaphandle kwabapostile bachithachitheka+ kuyo yonke imimandla yelakwaYuda neSamariya.

  • 1 Petros 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 UPetros, umpostile+ kaYesu Kristu, ubhalela abemi bokwexeshana+ abachithachitheke+ ePonto, eGalati, eKapadokiya,+ eAsiya, naseBhithiniya, abo banyuliweyo+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share