Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+ Roma 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+ Efese 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke ngoko, oku ndiyakuthetha ndikungqine ndiseNkosini, ukuba ningabi saqhubeka nihamba njengokuhamba kweentlanga+ ngamampunge eengqondo zazo,+ Tito 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kwanathi sasikhe asabi nangqiqo, singathobeli, silahlekiswa, singamakhoboka eminqweno neziyolo ezahlukahlukeneyo, siqhubeka ebubini nasemoneni, sisenyanyeka, sithiyana.+
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+
21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+
17 Ke ngoko, oku ndiyakuthetha ndikungqine ndiseNkosini, ukuba ningabi saqhubeka nihamba njengokuhamba kweentlanga+ ngamampunge eengqondo zazo,+
3 Kuba kwanathi sasikhe asabi nangqiqo, singathobeli, silahlekiswa, singamakhoboka eminqweno neziyolo ezahlukahlukeneyo, siqhubeka ebubini nasemoneni, sisenyanyeka, sithiyana.+