1 Korinte 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+ 1 Petros 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kwilifa elingenakonakala nelingadyobhekanga nelingambatshiyo.+ Libekelwe nina emazulwini,+
25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+