1 Korinte 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+ 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
25 Ngaphezu koko, wonke umntu oba nenxaxheba kukhuphiswano uqhelisela ukuzeyisa+ kuzo zonke izinto. Kambe ke, bona benjenjalo ukuze bafumane isithsaba esinokonakala,+ kodwa thina eso singenakonakala.+
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+