1 Yohane 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndinibhalela, kungengakuba ningayazi inyaniso,+ kodwa ngenxa yokuba niyazi,+ nangenxa yokuba akukho buxoki buphuma enyanisweni.+
21 Ndinibhalela, kungengakuba ningayazi inyaniso,+ kodwa ngenxa yokuba niyazi,+ nangenxa yokuba akukho buxoki buphuma enyanisweni.+