Yohane 21:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Inene, inene, ndithi kuwe, Xa wawusemncinane, wawufudula uzibhinqisa ngokwakho uze uhambahambe apho ufuna khona. Kodwa xa ukhule wamdala uya kuzolula izandla zakho, ubhinqiswe+ ngomnye umntu aze akuthwalele apho unganqweneliyo.”+
18 Inene, inene, ndithi kuwe, Xa wawusemncinane, wawufudula uzibhinqisa ngokwakho uze uhambahambe apho ufuna khona. Kodwa xa ukhule wamdala uya kuzolula izandla zakho, ubhinqiswe+ ngomnye umntu aze akuthwalele apho unganqweneliyo.”+