Mateyu 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe bakhanya njengelanga,+ nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba njengokukhanya.+ Marko 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane, waza wabanyusa intaba ephakamileyo bebodwa. Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo,+ Luka 9:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye njengoko wayethandaza imbonakalo+ yobuso bakhe yaba yeyahlukileyo, nesivatho sakhe saba mhlophe ngokumenyezelayo.+
2 Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe bakhanya njengelanga,+ nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba njengokukhanya.+
2 Ngako oko kwiintsuku ezintandathu kamva uYesu wathabatha uPetros noYakobi noYohane, waza wabanyusa intaba ephakamileyo bebodwa. Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo,+
29 Yaye njengoko wayethandaza imbonakalo+ yobuso bakhe yaba yeyahlukileyo, nesivatho sakhe saba mhlophe ngokumenyezelayo.+