1 Petros 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+ 1 Yohane 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zintanda, masiqhubeke sithandana,+ ngenxa yokuba uthando+ luvela kuThixo, yaye bonke abanothando bazelwe nguThixo,+ kwaye bayamazi uThixo.+
23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+
7 Zintanda, masiqhubeke sithandana,+ ngenxa yokuba uthando+ luvela kuThixo, yaye bonke abanothando bazelwe nguThixo,+ kwaye bayamazi uThixo.+