Roma 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba umthetho+ womoya lowo+ onika ubomi+ ngokumanyene noKristu Yesu unikhulule+ kumthetho wesono nowokufa.+ Roma 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, nina nivisisana, kungekhona nenyama, kodwa nomoya,+ ukuba ngokwenyaniso umoya kaThixo uhleli kuni.+ Kodwa ukuba kukho nabani na ongenawo umoya kaKristu,+ yena lowo akangowakhe.
2 Kuba umthetho+ womoya lowo+ onika ubomi+ ngokumanyene noKristu Yesu unikhulule+ kumthetho wesono nowokufa.+
9 Noko ke, nina nivisisana, kungekhona nenyama, kodwa nomoya,+ ukuba ngokwenyaniso umoya kaThixo uhleli kuni.+ Kodwa ukuba kukho nabani na ongenawo umoya kaKristu,+ yena lowo akangowakhe.