1 Korinte 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+ 2 Korinte 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.
7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+
21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.