Yohane 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo unemiyalelo yam aze ayigcine, nguye ondithandayo.+ Lowo undithandayo uya kuthandwa nguBawo, yaye nam ndiya kumthanda kwaye ndiya kuzibonisa ngokucacileyo mna kuye.” Yohane 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukuba niyayigcina imiyalelo yam,+ niya kuhlala eluthandweni lwam, kanye njengoko nam ndiyigcinile imiyalelo kaBawo+ ndaza ndahlala eluthandweni lwakhe.
21 Lowo unemiyalelo yam aze ayigcine, nguye ondithandayo.+ Lowo undithandayo uya kuthandwa nguBawo, yaye nam ndiya kumthanda kwaye ndiya kuzibonisa ngokucacileyo mna kuye.”
10 Ukuba niyayigcina imiyalelo yam,+ niya kuhlala eluthandweni lwam, kanye njengoko nam ndiyigcinile imiyalelo kaBawo+ ndaza ndahlala eluthandweni lwakhe.