Mateyu 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+ Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+